Actor turned Sangoma, what a shocker , well here we are. All my life i have been an actor and a storyteller, elevated and celebrated . I have graced different stages and won awards. Boom i am a healer , a sangoma with an indumba and a journey into the unknown relying on intuition ,faith and spirit. Lets journey together . Through this channel I aim to enlighten and evoke, to facilitate remembering, a sacred process of healing, reconnecting and grounding.
Gogo... Xa umama wam ekhulele kwenye ifamily azalana nayo from age of 2, then azale mna ehlala kulo family imkhulisileyo nam ndikhulele kulo family... Ngesiphi isibongo ekufanele ndisisebenzise? Yena umama uzalwa yintombi engumaMkwayi/Bhukula, utata wakhe nguMkhomazi.
Thokoza gogo ithi ke loonto wena unyathela apho anyathela khona , kuba xa engengowomtshato kucacile usebenzisa iinto zakulomamakhe. The only way wena obuya kwahluka kuye kuxa wena uhlawulwe kulotatakho wenzelwa zonke iimfanelo zakho bakulobolela kwisiduko sabo inezigaba zayo ke leyo