Trading tata is legit bcz you deal with the market direct, not le ekuthiwa faka R3000 sizokunika link siku trade le bitcoin hey baleka apho ngenyawo zombini, ndashaywa ndathi saaaa kuleyo oku kwam ndade ndazincama ndayofunda wandufundisa unyana wam awuuu ngoku siyayubhaxabula nayo isibhaxabule kuba market phela leya akudlalwa 🤣