00:00 Intro
01:12 Inkqubo entsha yakwa SASSA
03:32 Umthandazo wentaba yaKwaCeza
06:29 Ukuvalwa kwamanzi eRhawutini
07:34 Ukulwa noxinzelelo lwengqondo
10:11 Lakhelwe ikhaya usapho eLibode
13:24 Zingayilwa indlala izinambuzane?
15:17 Uzenzela igama kwezolonwabo uTiego
17:54 Imozulu yanamhlanje
20:48 Outro
Fumana Iindaba zolwimi lwesiXhosa ku- Channel 163 rhoqo ngoLwesibini, NgoLwesine, NgoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesiXhenxe ngorhatya #Iindabazethu
30 июн 2024