Tata, ndicelulukukulungisa kancinci, the only reason King Madzikane died, kungoba wayefuna, wayebona uba ixesha lakhe lifike, babengakwaz nokumbulala oku, kuba wade wabanika owakhe umkhonto wathi mabamgwaze ngawo ukuze akhothame, Secondly, there only war that Ncaphayi lost, was against Faku, bonke abanye wababetha babaleka bazophula