Тёмный

Imvuselelo YomHlobo Wenene FM 

Thandikaya Matokazi
Подписаться 4,6 тыс.
Просмотров 310 тыс.
50% 1

Rev Mzukisi Faleni and Miss Nomonde Vakalisa sharing the word of God at The Imvuselelo Yomhlobo Wenene FM live at University of Fort Hare

Опубликовано:

 

22 фев 2019

Поделиться:

Ссылка:

Скачать:

Готовим ссылку...

Добавить в:

Мой плейлист
Посмотреть позже
Комментарии : 54   
@nondumisozuka5977
@nondumisozuka5977 5 лет назад
Amen Scaka Amen Tata. Namhlanje uthi masifunde ukuhlala phantsi ukuze sikwazi ukufundisa ngoba u Yesu wathi engafenelwe kukuhlala phantsi kodwa wazithoba wathi akuzibona izihlwele wahlala phantsi
@kamvamantshontsho3828
@kamvamantshontsho3828 5 лет назад
Thank you Zizi,singayini without u
@athinyathela1318
@athinyathela1318 5 лет назад
'' As long as umntwana wam ebheke eskolwen... " 😭❤
@sinazomkosi6168
@sinazomkosi6168 5 лет назад
Thnkx Tk ..Umthatha 1306 uyabulela Sicaka Ngazbini 💓🙏
@athinyathela1318
@athinyathela1318 5 лет назад
Been waiting for it🙌
@xolanidinga9266
@xolanidinga9266 5 лет назад
Yhoo yayimandi lemvuselelo enkosi Ngconde uthixo akugcine mfundisi wam
@xoliswangqame1909
@xoliswangqame1909 Год назад
Hallelujah mfundisi Faleni ushukumisa intliziyo AMEN
@nokulungamthuli9431
@nokulungamthuli9431 5 лет назад
Yooooo Thixo ndaze ndabusiseka ngale video hlez ndimamela every Sunday andophuswa kwaye niyakhana. UThixo aze anibusise baba Fallen and cc Mondez. I'm from Margate but umhlobo from Thursday and Sunday ungowam
@Ndiphiwe-xy6ix
@Ndiphiwe-xy6ix Год назад
Amen tatu Faleni❤
@thembekazisalman7446
@thembekazisalman7446 Год назад
Amen pastor faleni🙏🙏🙏
@vathiswabinta8646
@vathiswabinta8646 5 лет назад
Wow Nkosi kodwa kuhle kwazana noYesu(hlala phantsi )Amen.
@user-ik1cb1ch7x
@user-ik1cb1ch7x 2 месяца назад
Amen cc Nomonde
@xoliswangqame1909
@xoliswangqame1909 Год назад
Yhoo umfundisi uFaleni uya entliziyweni ngqo ishukume Hallelujah
@cynthianayo5716
@cynthianayo5716 5 лет назад
Tata wam enkosi ongevanga soze aphinde eve Tata ugqibile enkosi Amen
@fun-twocaine5366
@fun-twocaine5366 5 лет назад
Add more please zancedisa ezi way kakhulu bafo please adimin
@tamaramoni853
@tamaramoni853 4 года назад
Ziyanceda ezi way🤣🤣🤣🤣
@amahlentomtwana6789
@amahlentomtwana6789 4 года назад
molo fun two. uphi umzolisi caine?
@sabelomarvelousmni6676
@sabelomarvelousmni6676 3 года назад
"Imfundo kuthi ayinga lwazi lodwa kodwa Isusa ikati Eziko" 😭 😭 😭 😭
@nominentlezesabile2380
@nominentlezesabile2380 Год назад
Hlala phantsi Amen 🙏🙏
@vuyaniphindani3179
@vuyaniphindani3179 4 года назад
Nkosi ndithembe wena,mandingaze ndidaniswe 🎶🎼 📻
@ngenimapu214
@ngenimapu214 3 года назад
Enkosi mkhaya wam kla mhlab ubomvu wase Hankey God bless you tata
@mzoxolozenani6869
@mzoxolozenani6869 4 года назад
3rd person hai ndakuvuma cc🔥🔥🔥👌
@nolizwilizwi3867
@nolizwilizwi3867 5 лет назад
Mmmmmmmhhhhh ndiyajoina kula mazwi,nam ndithi ndihlala phantsi..... Enkosi ngalamazwi amnandi kangaka
@smonzmbutyana2383
@smonzmbutyana2383 5 лет назад
Enkos tata Falen no Smonds niyasivuselela njalo ngecawe andiphoswa nangeyodwa enkos bazali
@nontuntuzelonjova1171
@nontuntuzelonjova1171 4 года назад
Ewe cc kuhle sonyukele entabeni kuzophela ukulingwa
@monwabisitekete2685
@monwabisitekete2685 5 лет назад
Tsiiiiiiii bazalwane niyasiphilisa ngemazwi anamandla kangaka
@mpalwenifundiswa3102
@mpalwenifundiswa3102 5 лет назад
Enkosi kakhuluu. Ndicela. Le video yase Sterkspruit.
@phumzamoyeni3100
@phumzamoyeni3100 5 лет назад
Enkosi bawo
@mosimanegapedipudi7458
@mosimanegapedipudi7458 Год назад
Nyuka President.
@sindiswanomaxhayi5135
@sindiswanomaxhayi5135 5 лет назад
Oh!Ndinqwenela uhlala phantsi ndimamelisise uThixo ethetha nam,ndihleli phantsi,ndizolile.Ndiya kuguquka phantsi kwalevesi.
@thanduxolomapipa3383
@thanduxolomapipa3383 5 лет назад
Mna ndicela kukhe kuyiwe nakwi dyunivesithi yase WSU malunga nalento esistrike nyaka nonyaka sikhalela into Enye nebonisa ukungakhathalelwa kwamalungelo ethu
@masixolemakwenzeke2550
@masixolemakwenzeke2550 3 года назад
Amen
@yandisamemani9137
@yandisamemani9137 3 года назад
Yeah wethu khawuhlale phantsi
@bolekwaivy3374
@bolekwaivy3374 Год назад
Amen Tat'uFaleni
@dinisoanele2859
@dinisoanele2859 5 лет назад
Nge 17 March Khayelitsha
@athinyathela1318
@athinyathela1318 5 лет назад
Here before june exams 😇, anyone?
@nokulungamthuli9431
@nokulungamthuli9431 5 лет назад
More videos plz eya next week apho bezothi xa ungenabo Ubuntu awusiye umuntu ......
@fun-twocaine5366
@fun-twocaine5366 5 лет назад
Yeah...admin should add more videos zalotata
@ziyandadiko5395
@ziyandadiko5395 5 лет назад
Ndiyamtanda lo mfundisi uyavuselela
@tembisamendu7442
@tembisamendu7442 2 года назад
Molo Thunzlele ngumamuMendu e SiteC ekapandimamele ngomonde tsiii
@ncumisakirindo1006
@ncumisakirindo1006 5 лет назад
uthixo makamsikelele lo mfundisi
@dinisoanele2859
@dinisoanele2859 5 лет назад
Aaaa bawo wethu omele kuhlalaphantsi ahlalephantsi afundise
@anathivenu5180
@anathivenu5180 3 года назад
Mh mfundisi wam
@sibusisomgengo971
@sibusisomgengo971 5 лет назад
How can I get I email ka Rev Faleni
@nontuntuzelonjova1171
@nontuntuzelonjova1171 4 года назад
And inimba inye bafazi enkwenkweni nase ntombazaneni ngoba sizinzalabantu
@nontuntuzelonjova1171
@nontuntuzelonjova1171 4 года назад
Umfundisi ongena mfundisi sukumlandela ngamaxoki
@sibabalodlodlo2821
@sibabalodlodlo2821 5 лет назад
Enkosi bhuti kodwa next time suzi cut(r) iingoma siyazifuna nazo.
@tkphotographyvideography8004
@tkphotographyvideography8004 4 года назад
Noted
@mapilidubo6775
@mapilidubo6775 5 лет назад
Wahlalaphantsi wabafundisa xa ebona izihlwele ezo
@nominentlezesabile2380
@nominentlezesabile2380 Год назад
Amen Tata🙏🙏
@vuyoqebengu1126
@vuyoqebengu1126 4 года назад
Does anyone know which scripture this is? If anyone does please respond with it?
@ayaya123451
@ayaya123451 3 года назад
Matthew 5:1, Matewu 5 ivesi iyaqala
@AD-lc8pw
@AD-lc8pw 11 месяцев назад
Blessed by the preaching but whowu hay shame bayadika ababantu bamane be commenta I hate this so much. I don't understand ba bamamela nini because uba bebezolile ngenene izwi eli lika Thixo belizakubasiki milomo. Ingxolo le ingaka yeyantoni? It's disturbing ndiycaphukela nakweyam inkonzo thank God not many people do this in my church. I wonder uba abantu bayaycinga na intoba xasihlangene endlini kaThixo iREVERENCE for the invisible ministers of the word of God iingelosi zikaThixo noKrestu omkhulu kangaka - I don't think bayayqonda lonto otherwise inzolo nocwangco ngesingabuzi ba luphina.
Далее
Rev Faleni Sermon at Fort Hare
30:00
Просмотров 406 тыс.
Rev M Faleni:  Genesis 37:35
17:00
Просмотров 204 тыс.
Nomthunzi Legends
38:32
Просмотров 11 тыс.
Imvuselelo 7 April 2024
3:04:54
Просмотров 5 тыс.
Imvuselelo Kumhlobo Wenene - Rev M Faleni
9:27
Просмотров 270 тыс.
Ndlelantle Magqala Osasazo
6:02
Просмотров 26 тыс.
Apostle Bathandwa Mam K Kwatsha on trufm
21:48
Просмотров 32 тыс.
Dr Rev M Faleni - " Baphi Ababandezeli bakho "
8:07
Просмотров 21 тыс.
Imvuselelo yoMhlobo wenene
31:00
Просмотров 40 тыс.
2 Samuel 5:20
18:20
Просмотров 88 тыс.