Camagu mama bendcela ukhe usxelele wenza njan xa ufika entabeni,lwandle o emfuleni like process kuba zange ndaye and bawela nokwaz ngezinto oziphathayo uzifaka emanzini noba uzishiya apho ubukhuleka khona Camagu
Syabonga Makhosi, makwande!. Sacela wenze ivideo ushere ulwazi ngalokhu; Uma une sthunywa na makhosi , ubalansisa kanjani especially when youre a beginner, ngoba ngathi kuba khona neskhwele between these two spirits?🙏Makwande!🙏