Тёмный

Rev-Faleni 

Maplesh
Подписаться 8 тыс.
Просмотров 128 тыс.
50% 1

Imvuselelo kuMhlobo wenene fm qho ngeCawe ngentsimbi yesiXhenkxe ukuya kwiNtsimbi yeThoba
ababhexeshi benkqubo ngumfundisi uMzukisi Faleni kunye no Nomonde Vakalisa.

Видеоклипы

Опубликовано:

 

31 июл 2024

Поделиться:

Ссылка:

Скачать:

Готовим ссылку...

Добавить в:

Мой плейлист
Посмотреть позже
Комментарии : 20   
@LusibaMangco-cj6kq
@LusibaMangco-cj6kq Год назад
Intshumayelo yakho bawo iyomeleza lisovakala izwi lakho usondela kunomathotholo ngoba uyasiphilisa.phambili ngevangeli Amen
@LusibaMangco-cj6kq
@LusibaMangco-cj6kq Год назад
Ewe mfundisi wam kwekh uyasomeleza kwaye uyasiphilisa ngentshumayelo:from Lusiba
@xolaniqakatayo380
@xolaniqakatayo380 5 лет назад
Ndithi ndakulijonga elilizwe lethu ligcwele ubugebengu obenziwa lulutsha ndizibona ndisehla inyembezi ngoba umthwalo othwelwe ngabazali nentlungu ayinyamezeleki. Ndyabonga bawo Faleni
@smkatshwa
@smkatshwa Год назад
UPetrose wayengumlobi wentlanzi, UPawulosi yena engumtshutshisi wamabandla kodwa inceba kaThixo yefikelela nakubo...
@user-pn1qv8yi1z
@user-pn1qv8yi1z Год назад
Ewe mfundisi wam intshumayelo yakho iyakha ❤❤💯
@zeronke
@zeronke 3 года назад
Mongameli wam
@revlungakasityebitv4632
@revlungakasityebitv4632 Месяц назад
Tsiiiiii....Ngconde
@odwasapo2800
@odwasapo2800 4 года назад
Ndiyawusuka ndiyekubawo ndithi Bawo ndonile andisafanele kubizwa ngonyanawakho...natso inimba isithi mbambeleni eyonamvu ityetyisiweyo😥!Odwa/Luthando/Sapo
@ovayotyala2602
@ovayotyala2602 3 года назад
Ewe Toku, ungamncami uThixo
@yangamguzulwa3120
@yangamguzulwa3120 5 лет назад
Ewe Ngconde tsiiiii Amen
@anatimlamla628
@anatimlamla628 2 года назад
Amen 🙌 tata
@user-ti2kr2bq4s
@user-ti2kr2bq4s 10 месяцев назад
😢
@odwasapo2800
@odwasapo2800 4 года назад
Odwa Sapo
@mlondolozidiko9506
@mlondolozidiko9506 3 года назад
Utsho kwavakala Mfundisi
@yangagqwazi3931
@yangagqwazi3931 2 года назад
Ewe tata
@vuyokazinanti302
@vuyokazinanti302 5 лет назад
Enkosi
@bulelwamatiwane8292
@bulelwamatiwane8292 5 лет назад
Nkos Baw' lufalen
@abongilenkwenye175
@abongilenkwenye175 5 лет назад
Enkosi bawo
@khangelaningcefe8443
@khangelaningcefe8443 5 лет назад
Uthixo akubusise baw'Faleni
@bulelwamatiwane8292
@bulelwamatiwane8292 5 лет назад
Nkos bawo wetu,Thixo akusikelele
Далее
Rev M Faleni: KwabaseRoma 7:15
16:00
Просмотров 108 тыс.
Dr Rev Mzukisi Faleni
9:09
Просмотров 1,7 тыс.
#kikakim
00:31
Просмотров 11 млн
Nomthunzi Legends
38:32
Просмотров 11 тыс.
Imithwalo yesibini
9:27
Просмотров 38 тыс.
Imvuselelo yoMhlobo wenene
31:00
Просмотров 41 тыс.
Rev M Faleni:  Genesis 37:35
17:00
Просмотров 207 тыс.
Imvuselelo yoMhlobo wenene FM - Rev M Faleni
10:06
Просмотров 190 тыс.
Guest Pastor: Rev Z Sikhuphela: EKSODUS 20:2
12:30
Просмотров 163 тыс.
Imvuselelo Ilizwi FM
55:32
Просмотров 6 тыс.
Scally Milano, uglystephan - Сутенер
2:01
Просмотров 205 тыс.
GODZILLA
2:09
Просмотров 175 тыс.
Султан Лагучев - Гасишься
3:02
Просмотров 259 тыс.
АМ АМ
1:31
Просмотров 2,6 млн
Tamiga & 2Bad - Tell Me | Official Video Extended
4:45
Stray Kids "Chk Chk Boom" M/V
3:26
Просмотров 62 млн