Тёмный

signs that show ukuthi umama/ usisi uhamba nama khehla |Isigns ezibonisa wombethwe ngama khehla 

Ancestral gift - Isipho sabadala
Подписаться 8 тыс.
Просмотров 1,8 тыс.
50% 1

Links :
Shop anything on BidOrBuy cheaper : www.bidorbuy.co.za/jsp/system...

Опубликовано:

 

15 июл 2023

Поделиться:

Ссылка:

Скачать:

Готовим ссылку...

Добавить в:

Мой плейлист
Посмотреть позже
Комментарии : 35   
@freyphilanintuli7204
@freyphilanintuli7204 14 дней назад
Siyabonga muntu omdala into osichazela yona iyiyo yonke mina ngishadile kodwa angikwaz ukulinda umyen wami ezintwen zonke ngoba ngisho nomuzi waze wabiza igama lami ngoba yena wayengafun ukuyoshitsha umuz ngazihambela mina ngayowushitsha ubiza mina yonke lento oyishoyo gogo iyiyo kimi ngiyabonga.
@mphomolefi3576
@mphomolefi3576 2 месяца назад
Lesedi Ngkono❤ u have really enlightened me ...what you spoken about it is so me ....ungivule amehlo ndiyabulela enkosi kakhulu😊😊😊
@ancestralgift-isiphosabada1907
@ancestralgift-isiphosabada1907 Месяц назад
Camagu 🙏
@nonzukisomoalusi8961
@nonzukisomoalusi8961 11 месяцев назад
Thank you so much-for precise but simply share...🤗 Siyabadinga abantu besiXhosa abathetha kwaye befundisa ngabantu abadala.. Camagu👏🏾
@HayiseMasondo
@HayiseMasondo Месяц назад
Uyishaye emhloleni cc yimina lowo
@busekashweni9213
@busekashweni9213 12 дней назад
Tjooo camagu cc waze wayibeka indabayam ndinjalo kanye ngalendlela uyibeka ngayo ndide ndizibize umbuzo uba ndingumntu onjani umntu owoyikwayo ngabantu bakhange ndimqale umntu soze andithethise ndibizwa mams ngabantu abadala
@user-id1xx5gy8w
@user-id1xx5gy8w 5 месяцев назад
Camagu Gogo. Kukhulu endikufundayo. Kukhanye 👏👏👏
@ancestralgift-isiphosabada1907
@ancestralgift-isiphosabada1907 5 месяцев назад
Camagu!!
@Lungi87
@Lungi87 2 месяца назад
@NomzamoPhoswa
@NomzamoPhoswa 4 месяца назад
Yimi loyo 😢
@luvojodwana9506
@luvojodwana9506 11 месяцев назад
This is so my late Mom nd my grandFather told me ngaye once in a dream yaz. She was this character i mic her cause ey life undzima.
@ancestralgift-isiphosabada1907
@ancestralgift-isiphosabada1907 11 месяцев назад
Phahla,uthethe naye
@Nelwhatyousay
@Nelwhatyousay 11 месяцев назад
Camagu, I’m laughing because this is me so much, 100%! ❤
@phumezagubuza2764
@phumezagubuza2764 Год назад
Camagu mama👏🏼 Enkosi kakhulu ngale video. My late friend was exactly like this: decisive to extent of being bossy if awumazi kakuhle! Solution-driven ungamcelanga ke phogu usabalisa ☺️☺️
@InnocentDolphin-mq4bz
@InnocentDolphin-mq4bz 3 месяца назад
Camagu gogo yhoo kunjalo yiqiniso Eli ulitshoyo kunzima kum ndinjalo but bendingaz
@FeliciaNtombenhle-cl2qw
@FeliciaNtombenhle-cl2qw 11 месяцев назад
Yoh dat me 🙏🙏
@kaisai3210
@kaisai3210 Год назад
Sisi uyolazi kanjani lelikhehla alikwembethe
@ancestralgift-isiphosabada1907
Uyolazi ngokuthi ubene mentor yakho ethi Wena ekuncedayo kwi journey yakho,soze uzithwasise.Cela uncedo kumntu oseke wahamba le ndlela
@user-wl5di7lc3p
@user-wl5di7lc3p 11 месяцев назад
Camagu gogo ...😂😂😂😂I'm laughing cause u talking about me😂😂😂😂ya ne😂
@vanithavanitha635
@vanithavanitha635 Год назад
Camagu yini lowo
@lungiswajako9303
@lungiswajako9303 4 месяца назад
Camagu mntase zonke zimpawu ndinazo
@victoria5327
@victoria5327 Год назад
Camagu gogo enkosi
@philani9098
@philani9098 Год назад
Thokoza gogo
@kaisai3210
@kaisai3210 Год назад
Ngingu maka Andile nginombuzo nawembethwe amakhehla wumelanga ubenohlikisana naye ngisho indoda
@ancestralgift-isiphosabada1907
Ayikho lonto maybe awakuni Kodwa nawo.wabuze angawa gqibeli
@yolandangubelanga1992
@yolandangubelanga1992 Год назад
Uthetha ngam! ndiyarhale udibana nawe ubuso ngosongobuso please
@user-tp8jm6uj5m
@user-tp8jm6uj5m Год назад
Camagu sis phatheka Does growing a beard also a sign?
@gsgsb
@gsgsb Год назад
Camagu gogo ndibulale kakhulu ngengcaciso yakho iyaphilisa nam ndangenwa ngamakhehla konke okuchazileyo kuyenzeka kum ndandikalaza ke mna ndizibuza umbuzo kutheni lento zonked izinto ekaya ukuze ziphumelele funeka ibendim phambili kodwa ndimncinci ndide ndithi khanikhe niyimele nani nibadala but funeka ndiyazi lonto uba ayizuphumelela yho ndiyaziqonda ngoku thanks❤❤
@ancestralgift-isiphosabada1907
Injalo ke
@lungiswajako9303
@lungiswajako9303 Год назад
Me and my brother we are not talking and know he doese on like me at all and his wife
@ancestralgift-isiphosabada1907
Ibe worse Xa inomfazi phakathi,ngoba akakwazi Lo mntu but uzohlala esitha I poison ngawe
@user-ih3xb3wk4u
@user-ih3xb3wk4u 6 месяцев назад
Camaco mama kule sisthusamangehla diya bulela ngoba mo dilong tse o nodibua diantiragala ke thwasitse ga gona ompatlang Tanki go thusa seshaba👏
@samnkie7418
@samnkie7418 Год назад
Uthini ukuze ulazi elikhehla ke ngk.
@ancestralgift-isiphosabada1907
Lo umbuzo uwubuza kulo ebekuhlolile wathi likhona.akuthwasa Ku RU-vid,listen to my other videos uve Uba ndithini xa ndicebisa umntu onabantu abadala. Le channel will never replace uGobela,I mentor,ukuhlola kunye nokuphuma uyoguqa ulungise into zakho.
@samnkie7418
@samnkie7418 Год назад
@ancestralgift-isiphosabada1907 this is eye 👁 opening channel. Phambili ngeemfundiso Sisi
Далее
Learn Finnish in 30 Minutes - ALL the Basics You Need
22:24