Not my thina, this guy is a hustle I remember he came to sing at one of the churches I used to attend and trust me by the time I was a student and the guy was not paid much and he still came to worship with us. His a humble man
Ubumnyama ubuhlangana kanjani nokukhanya , cc noba angathini azithethelele umntu othi uyi born again akasaphili impilo yase bumnyameni , ma uno Jesu ukukukhanya , Jesus Christ of Nazareth said we are the light of the world, ndiyamthanda u Dr Khehlelezi kakhulu , wafelwa ngu Christ ( ngu Jesu) laphalala igazi lakhe uJesu ngenxa yethu , lisihlamba izono zethu nee curses zethu ,sonke masiguqukeni sizivume izono zethu sibuyeleni kumdali wethu , masingadlilini nge Vangeli ( salvation) kwalapha umntu, endaweni yethu eyelashes thina sonke ukuze singa perish / singatshabalali , Jesus Christ of Nazareth is coming very soon, yimihla yokugqibela le , this is the last days , abantu balibele kukudlala u hide and seek nosathana ebandleni lika Thixo , singumzimba ka Thixo ophilayo. Read 1Deteronomy 6 Verse 12 , there is life after death this is not a joke