Ladies kopa le tlogele go shela banna pls its not cool if you feel gore wa mo rata just fyt it. Hai ba go shela banna once e Nova ditabane ba tla shela basadi ba bangwe hai tse tsona hle lol le tlo reipa bana ba batho my sisters
Banjalo vele abo cherry! They play hard to get then after few months or years she'll be back. Reject my boy... Sekabuya ngoba seka khathele Lol.. Makayolala
These comments are weird for me.. Somehow this nonsense keeps happening to me.. Im interested.. I'm not good enough.. I stop being interested.. They come back... By the time they do... It's weird /too late
Yoooh hayi kodwa bethuna andazi nokuba sisibindi na okanye kukungabina ntloni oku koku zibika emadodeni nakugqiba ukubhinqa, awasoze anganitheli nqa amadoda. The next thing ngoku umntu xa indonda ingamvumi, kuba le nto niyenzayo ayidalwanga, aphinde umntu ngoku abe entshwenca apha kukuphoxeka. Kufuneke ngoku kwathina sibe sibane ntloni for nina or sinisizela apha or both for that matter. Andazi nokuba ndim na or imeko isukuba imandundu olo hlobo na? Senditsh'uba ndibubhideka, bethunana😫