Professor ndilapha cptn ndicela u explain ngama product wakho kwi nxt vidio i always watching you bekutshutshisa kakhulu and yet wena umdala kakhulu kule ndima yobunyangi please ntombela it's your chance to Advertiser your business sibone kwaye sizothenga your journey is quite interesting kakhulu we all love you🤗
Ey professor ntombela mkhulu mabalengwe yaz Tata ndithi nje mandibulele ngokuba uncede abantu ndiyazithanda video zakho ndiloko ndizibukela Tata and ndiyazithanda
Ai Baba Ntombela ngiyi Fan yakho enkulu bt le ye Ngqwele inishayile no 3 second evn ivulwa nanikhona nihleli phambili naningayihoshi ngani isethulwa lento ? Ai Ntombela
Baba ntombela thokozani makhosi. You as a chairperson of izinyanga uthini ngalaba abadla imali yethu bangasabanbi ama calls wetbu. Where do we lay a complain mkhulu