Тёмный

Umthandazo wesicelo entabeni ARIYELI APOSTOLIC 

Bavumele Hlulani
Подписаться 4,3 тыс.
Просмотров 6 тыс.
50% 1

Опубликовано:

 

18 сен 2024

Поделиться:

Ссылка:

Скачать:

Готовим ссылку...

Добавить в:

Мой плейлист
Посмотреть позже
Комментарии : 2   
@ThobileMacaws
@ThobileMacaws 4 года назад
Umnqamlezo no Yesu abafuni nto kwi nkolo yakwaNtu. Izinyanya zethu ziqalekisa kwa umqamlezo, kwaye ne mimoya ya kwaNtu sobe iphendule kwa mithandazo kwezo ntaba ngoba uYesu lo akaziwa kwilizwe loo khokho bethu. Waza ngezikhephe esiza no tshaba loo Khokho bethu, olotshaba olo luseselulo utshaba lwethu nathi. Bafika sinqula uThixo uQamata esingamazi nokuba uyintoni nah, noba yindoda/mfazi/moya kodwa sibe simazi ukuba ukhona kwaye amandlakhe ayaphila. Ngok lo ka Yesu yena yindoda emhlophe enamehlo alu bhelu... ngathi ngu mntu ngoba uyaziwa ukuba uyindonda kwaye uhleli nonyanakhe emazulwini... oo khokho bethu zange bathi uQamata/Thixo/Mveliqangi ukuba usezulwini- bathi ukho yonki ndawo... masiyekenu kudibanisa imimoya yakwa Ntu nemimoya enge ndawo... uYesu usisiqalekiso kuthi Bantu abantsundu jikelele... xa siya siyongqula kwi ndawo ezingcwele or sacred ngemimoya ka Yesu sivala umoya we sintu khonu kuze ungabi na ku phila usebenze. uYesu sisiqalekiso kwizinyanya zethu nakuthi ngoku njalo...
@vumahlulani9172
@vumahlulani9172 3 года назад
Ingxaki yakho umuncu wena ukwazi oluncinci liyingozi kuwe thina ke siyaphendulwa kakhulu nangoku uyasibona siyaqhubekeka siya phambili sukusihoya ke Hoya lento ukholelwa kuyo wena ikuncedayo awungeni ndawo Kule sikuyo asikudingi tu kuza abafunayo hlala kuleyo yakho ke inkolo
Далее
ARIYELI ZION sababona njani
7:43
Просмотров 124 тыс.
umntu onenkomo by bavumele hlulani
6:11
Просмотров 8 тыс.
Inside Out 2: BABY JOY VS SHIN SONIC
00:19
Просмотров 5 млн
Ndikhokhele
6:37
Просмотров 7 млн
umsebenzi wemvuma kufa owenziwa nguBlangwe
3:10
Просмотров 15 тыс.
ARIYELI APOSTOLIC AFRICAN CHURCH IN ZION ARCH B
6:35
Mayenziwe
3:35
Просмотров 101 тыс.
ZZC In Africa Musangano weGomo 2024
3:20
Просмотров 499
phendula umbuzo
10:58
Просмотров 21 тыс.
AMABAMBA ANDILAHLILE
4:56
Просмотров 250 тыс.