Тёмный

Wesley Guild_Grahamstown District_Consultation_2010_Hymm 16 

Khusta Jack
Подписаться 2,1 тыс.
Просмотров 473 тыс.
50% 1

Wesley Guild_Grahamstown District_Consultation_2010
Port Elizabeth_Zwide Circuit
Produced by Khusta

Опубликовано:

 

15 сен 2024

Поделиться:

Ссылка:

Скачать:

Готовим ссылку...

Добавить в:

Мой плейлист
Посмотреть позже
Комментарии : 114   
@bizobomela6474
@bizobomela6474 5 лет назад
Wazidala into zonke Wena Thixo wedwa Akwancedwa nangubani Ukuzenza kwakho Ezintaba ezimiyo Zidaliwe nguwe Zimi ziqinile zona Ngokusekwa nguwe Nalamanzi aselwayo Siwanikwe nguwe Noku kutya sikutyayo Sikuphiwe nguwe Wabadal' abantu wena Ngokufana nawe Wabanika into zonke Bafanelwa zizo Kwakufik' utshaba lwabo Lwabahlutha zona Bakudela wena Thixo Beva izwi Lalo Wath' ukuze basindiswe Wenza ngezibele Wabanika unyana wakho Eze kubafela. Amen
@magatsheni
@magatsheni 12 лет назад
You've got to love Africans. Nowhere else in the world can you find such resilient spirits, all harmoniously in song in praise of their King. I hope we never loose this spirit. Nor western, or international influence can break us. UThixo asibubisise all the time!
@gabydeliwe1898
@gabydeliwe1898 9 лет назад
this was my late mother's hymn, when I miss him I just listen to this video, thank you Guilders
@StellaMahlathiDEAR
@StellaMahlathiDEAR 9 лет назад
Gaby Deliwe let her rest in peace dear GOD loves u dear
@Khanya08
@Khanya08 12 лет назад
Tsiiiiiiiiiii!!!!!! UKrestu ukhona kle inkomfa... I'm an Anglican but i really like the Weslyean youth guild madoda!! uKrestu abenani zicaka!!! One Way, One Heart!!
@bonginkosimohlavu2646
@bonginkosimohlavu2646 Месяц назад
11 Years Later Isacho Lengoma!
@msbuyi1
@msbuyi1 12 лет назад
wow,i've never bin to Wesley church,I'm Catholic,bt this just touched my heart,,yhoo kwamnandi
@zuzupike1090
@zuzupike1090 7 лет назад
kwakumnandi apho mfo kaSduli Kwanele.From Mnikelo Vokozela,ndakbona kancinci nks yam kuloZwide imnandi
@dlozela
@dlozela 12 лет назад
This is how worship and praise should be sung!
@msbuyi1
@msbuyi1 11 лет назад
WOW ngyakhala every time i watch your videos,,i have shivers all over my body,,n m not even Wesley ,,,Jesu umkhulu,,ibambeni bant'abasha,,,
@philanonkelela9630
@philanonkelela9630 8 лет назад
Intonga yam nkosi.... Iyandigungqisa lengoma oh yesu wamadinga siyabulela. "Wath'ukuze basindiswe wenza ngezibele wabanik' uNyana wakho eze kubafela" uthando olungaka kuyesu umhle bethuna :)
@privateprivate2803
@privateprivate2803 7 лет назад
luther zigoxo
@privateprivate2803
@privateprivate2803 7 лет назад
kwazakhel guild
@Zimdolla1
@Zimdolla1 2 года назад
Amen
@unathithomas1367
@unathithomas1367 10 лет назад
Oh ndatsho ndakhumbuke khaya KwaZakhele circuit...thnx Khusta #One heart
@likhobottoman9655
@likhobottoman9655 12 лет назад
Thanks for uploading this video. It is so reviving. Loved it. Listened to it about 12times.
@sivuyilemtsi9840
@sivuyilemtsi9840 2 года назад
Kanti nawe wawulapha in 2012? How small this world is. Lol!
@likhobottoman9655
@likhobottoman9655 2 года назад
@@sivuyilemtsi9840 yes! Very small indeed
@TheMaphalala
@TheMaphalala 3 года назад
2021 ngisalana 🙏🏾
@anelemzini9967
@anelemzini9967 9 лет назад
Wath' ukuze basindiswe,Wenza ngezibele;Wabanik' uNyana Wakho,Eze kubafela. Oh my God!
@siviwekulu6996
@siviwekulu6996 6 лет назад
Hayi bo umntu ufunda ade aye kufa Anele, yaz all this time I used to think le verse ithi; "Bath' ukuze..."
@kwanelestamper1650
@kwanelestamper1650 10 лет назад
Oh ndayibetha intsimbi apha ndaxola ngapakathi.. God is indeed good.
@sivuyilemtsi9840
@sivuyilemtsi9840 12 лет назад
We need more of these Mzalwane, thank you for the upload. One Heart!!!
@zodwavananda8078
@zodwavananda8078 7 лет назад
I really enjoy listening to methodist church songs as they bless me. One should visit the Grahamstown branch since im at RU
@SizweTeyise-cp9pt
@SizweTeyise-cp9pt 5 месяцев назад
Ndatsho khumbula ixhekwazi lam tsii 🥹🥹🥲🕊 Continue resting in peace Mamkhuma - Mrs Nozukile Gladys Teyise 🫂
@thozamasomeketa2003
@thozamasomeketa2003 11 лет назад
guys keep it up ndiyapjila when im watching these videos mna ndingum AME kodwa hayi il be joining yo church soon..im trully blessed
@fikiswamakiki9232
@fikiswamakiki9232 5 лет назад
2019 🙌🙌🙌🙌🙌
@NtsikaLuzipo14
@NtsikaLuzipo14 10 лет назад
Jaaaaaaaaah ndimamele intsimbi! One Heart!
@chumamtyelwa395
@chumamtyelwa395 10 лет назад
One way! Rhadebe
@mzwandilembulali5154
@mzwandilembulali5154 3 года назад
Awhu yes gilders of god 🙌 🙏 bawo oyingcwele ndicela usimanye ngo xolo nothando oluvela kuwe bawo wethu
@siphiweskhosana7651
@siphiweskhosana7651 10 лет назад
keep the good work guys, i'm at work currently and i'm listerning to you. Wish my friend Thandokazi was here she's is also a guild member
@zintlesmith3876
@zintlesmith3876 9 лет назад
I really enjoy listening to Methodist songs..
@Mambutterfly31
@Mambutterfly31 6 лет назад
Owu kumnandi kwaThixo. Wabadala abantu wena ngokufana nawe, wabanika into zonke. Bafanelwa zizo.
@Lungelo5
@Lungelo5 12 лет назад
I can feel The Presence of The Lord Above...One Heart, One Way... I'm in The Men's Guild
@Tebesabsa
@Tebesabsa 12 лет назад
my goodness yoh yoh i love this... uThixo muhle,,, i play this daily
@ayandangwenya7432
@ayandangwenya7432 3 года назад
What’s the name of this song? @mbongeni
@awelemsimang4404
@awelemsimang4404 11 лет назад
blessed as ever... ndiphila nyane
@magatsheni
@magatsheni 12 лет назад
keep them coming!
@mbuyiselomkwanazi4607
@mbuyiselomkwanazi4607 8 лет назад
can I please have the lyrics to this song...I've fallen in love with it
@Bheksipho
@Bheksipho 8 лет назад
+mbuyiselo mkwanazi Wazidala iinto zonke, Wena Thixo wedwa; Akwancedwa nangubani, Ukuzenza kwakho. Ezi ntaba ezimiyo, Zidaliwe nguwe; Zimi ziqinile zona, Ngokusekwa nguwe. Nalamanzi aselwayo, Siwaphiwa nguwe; Noku kutya sikudlayo, Sikunikwa nguwe. Wabadal' abantu wena, Ngokufana nawe; Wabanika iinto zonke, Bafanelwa zizo. Lwakufik' utshaba lwabo, Lwabaphuca zona; Bakudela wena Thixo, Bezwa izwi lwalo. Wath' ukuze basindiswe, Wenza ngezibele; Wabanik' unyana wakho, Weza kubafela.
@tshepisompala2236
@tshepisompala2236 11 лет назад
**Blessed and highly favoured by the almighty**
@tshwarelangselela6815
@tshwarelangselela6815 9 лет назад
nice one guys keep up the good work members of the blue train
@Lungelo5
@Lungelo5 12 лет назад
I can feel the Presence of The Lord Above.....
@likhobottoman9655
@likhobottoman9655 12 лет назад
Akamnandi loo 272 lowo, it reminds me of iCawa yasekhaya, the Presbyterian Church of Africa. Nisebenze kakuhle bethuna eBofolo uThixo aniphe amandla nisiphathele ezinye ke.
@somilangayembilini4138
@somilangayembilini4138 8 лет назад
hayiman nikude bethuna😊👏👏👏👏
@zolanijamnda9864
@zolanijamnda9864 6 лет назад
waaw freshhh
@questctassessments7323
@questctassessments7323 7 лет назад
Ooh nkosi siyabonga bawo Wabanika into zonke bafanelwa zizo.
@Ntambiso
@Ntambiso 11 лет назад
Tsiiiii! Aw sukan'madoda.Iyagalela legenge.Ndatsho ndacinga uMntakaMabele.
@zamagceba4543
@zamagceba4543 4 года назад
Oh Nkosi yammm kodwa lengoma ihleli indivuselela
@yondelamagazi273
@yondelamagazi273 12 лет назад
wow!!!am healed...hayi niyatsho kakhle
@StellaMahlathiDEAR
@StellaMahlathiDEAR 9 лет назад
haleluyaaaaaaaaaaaaaaaa yamnandi ngoma bazalwane
@lizmadubedube123
@lizmadubedube123 10 лет назад
bathukuze basindiswe wenza ngezibele wabanikunyana wakho ezekubafela......... enkosi zguilders nyandvuselela NDLELANYE NTLIZIYONYE
@thandiledube768
@thandiledube768 12 лет назад
plz downloads more..one heart..oneway
@landisomagqaza3602
@landisomagqaza3602 8 лет назад
Oh madoda ndachikinyiswa litshona ilanga...Bawo siyakubelela
@mthokozisizethembekubheka7255
@mthokozisizethembekubheka7255 10 лет назад
Ay inhlanganiso ihlangene ........nhliziyonye
@Healthyfoodandgym
@Healthyfoodandgym 6 лет назад
Ngicela oyazi kahle lengoma ayibhale kahle yonke. Ukuze ngizoyazi yonke ngoba iyangithokozisa emoyeni wami ngiyabonga.
@bizobomela6474
@bizobomela6474 5 лет назад
Wazidala into zonke Wena Thixo wedwa Akwancedwa nangubani Ukuzenza kwakho Ezintaba ezimiyo Zidaliwe nguwe Zimi ziqinile zona Ngokusekwa nguwe Nalamanzi aselwayo Siwanikwe nguwe Noku kutya sikutyayo Sikuphiwe nguwe Wabadal' abantu wena Ngokufana nawe Wabanika into zonke Bafanelwa zizo Kwakufik' utshaba lwabo Lwabahlutha zona Bakudela wena Thixo Beva izwi Lalo Wath' ukuze basindiswe Wenza ngezibele Wabanika unyana wakho Eze kubafela. Amen
@msbuyi1
@msbuyi1 12 лет назад
OMG yavuma ngaphathi lengoma,,pls post the lyrics alo mhlabelelo
@lubabalobalo7123
@lubabalobalo7123 6 лет назад
Akwancedwa nangubani Kuthi mandilile qha ndohlulwa nje kuba ndingafekethi kodwa indilungisa le ngoma
@nyamekamdyesha
@nyamekamdyesha 8 лет назад
mamela kutshone ilanga lena ingoma .mhla ndaqoqoza ndongena ngayo .
@nozodwasouti4667
@nozodwasouti4667 5 лет назад
Tsiii kumnandi kwa Yesu
@ayandadenge1382
@ayandadenge1382 6 лет назад
wazidala into zonke.......nkosi yam!
@Eircans
@Eircans 10 лет назад
I ♥ the hymn #powerful
@odwalabi4274
@odwalabi4274 11 лет назад
tjo.tjo hayi uthixo mkhulu ngenene.. these videos wo zivuselela isazela..
@nandipadabi3452
@nandipadabi3452 6 лет назад
Ndiyayithanda eliculo kakhulu ulicule ngembeko unga dlali limamele liya thetha
@phumzamoyeni3100
@phumzamoyeni3100 6 лет назад
Owu! Nkosi yam yabona ninaa
@nontsikelelonqawe7543
@nontsikelelonqawe7543 12 лет назад
Hi Kusta Please post more downloads , kunento ethi mandibuyele eguildini noko since ndikwelicala lase Grahamstown
@missbongantwasa8268
@missbongantwasa8268 Год назад
💙💙💙💙
@nontsikelelokobe3940
@nontsikelelokobe3940 10 лет назад
Aaa..ndatsho ndakhumbula eStellenbosch ekhayamandi
@mzwandilembulali5154
@mzwandilembulali5154 3 года назад
Nivala amangcwaba emiphefumlweni edandathekileyo ndiyabulela ngalonto
@thuliwethuyie4866
@thuliwethuyie4866 7 лет назад
ohhhh somandla yintonga yam ezintaba zimileyo
@mofatravo4559
@mofatravo4559 6 лет назад
yasho
@nomhlophemathole5359
@nomhlophemathole5359 7 лет назад
ndakhumbula e King William's town
@kamohelomoleko3511
@kamohelomoleko3511 9 лет назад
ndali bona ka ncane izulu Thixo!!!.... niyatsho nyan nyan...
@Lungelo5
@Lungelo5 12 лет назад
Please help with the Lyrics...I LOVE IT
@mrepag
@mrepag 12 лет назад
HALALA ZIYAVAKALA IZINGQI ZOKUBUYA KONYANA WOMNTU, MASIXHABASHENI SAPHO LUKA YEHOVA LIPHUMILE IKHWEZI.....IYHOOOOOOOOOOO UZOSALA WENA ULIBELE UDLALA UNDIZE NO THIXO UNGAYI KUYE ASINDISE IMPILO YAKHO
@catherinegcwabaza5724
@catherinegcwabaza5724 6 лет назад
Ewee ewee maGilders amahle kuthi mandilile xa ndimamele lomculo wamaWeseli ngawo nje kanye kuvuleka amazulu.
@kgotsomajola
@kgotsomajola 12 лет назад
where are the other videos esp 4 this year....... and i hear theres a video of pres. Bishop Siwa in NFS&L district last month can u upload it
@mpumelelovanguardmasoabi1649
@mpumelelovanguardmasoabi1649 12 лет назад
Nkosi yam!!!! i so wana attend one of your consultations
@thabisaskade6313
@thabisaskade6313 3 года назад
My God😭❤
@sicelonjeje3348
@sicelonjeje3348 10 лет назад
Yandigodusa ke ngoku
@manelisingqola7359
@manelisingqola7359 11 лет назад
Yhoo!..iyandiphilisa le nto ndiyibona apha..Mhle umsebenzi eniwenzayo bethuna. Wenza njani umntu xa efuna ukuni joina? Ndinganinika nee details zam. Hay andinokuphosa nomzuzu, niyawu ayina umoya wam hay nje...Phambilimakholwa!!!
@mamdlovu3136
@mamdlovu3136 4 месяца назад
2024🎉❤
@yangayoyo3027
@yangayoyo3027 7 лет назад
Xhosa hymn 16 🙏
@mihlalimdekazi5277
@mihlalimdekazi5277 7 лет назад
bathukuze basindiswe wabanikunyana wakho ezekubafela.ohh you guys niyacula qha ke
@banelepitsengdlamini4075
@banelepitsengdlamini4075 5 лет назад
Blue train:wabadala bantu ngekufana naye wabanika into zonke bafanelwa ngito
@sivuyilesifuku2840
@sivuyilesifuku2840 8 лет назад
wabanika into zonke bafanelwa zizo
@mnikelohowardvokozela421
@mnikelohowardvokozela421 6 лет назад
Wabadala abantu wena Thixo ngokufana nawe,wabanika iinto zonke
@mzwandilembulali5154
@mzwandilembulali5154 3 года назад
Philani mawisile akowethu nikhule nikhulele elukholweni luka bawo wethu wasezulwini
@Khustarigo
@Khustarigo 12 лет назад
itsho uphinda . . . more coming your way . . . 2010 and 2011 moments. Watch the space
@Khustarigo
@Khustarigo 12 лет назад
Likho, I told myself I will upload more uqala namhlanje as a '7 day build up' to next week's consultation in Fort Beaufort....so lindela the greatest moments of 2010 (PE) and 2011 (Peddie)...uxelele amanye amagazi aluhlaza okwesibhakabhaka to watch this space. Try and make a request, you might get what you wanna see..LOL
@mpumelelovanguardmasoabi1649
@mpumelelovanguardmasoabi1649 12 лет назад
please inform me with all the required information i am going to make it my mission to join you guys. a program will also be helpful and costs
@Khustarigo
@Khustarigo 12 лет назад
You should...at the end of August we have one in Fort Beaufort (Bofolo)...More videos are coming as a build up to that...spread the word
@nconyiwecembi7480
@nconyiwecembi7480 9 лет назад
kumnandi kwaThixo
@hlobsilekgang2474
@hlobsilekgang2474 4 года назад
Amen
@melisalissa879
@melisalissa879 3 года назад
Uplifement emoyeni
@Khustarigo
@Khustarigo 12 лет назад
Likho bekumnandi...watch this space for the greatest moments..thanks
@thuthukamjomle7696
@thuthukamjomle7696 8 лет назад
One heart
@Khustarigo
@Khustarigo 12 лет назад
Kgotso, starting from today, I will be posting more videos as a 'build up' for the district consultation next week... check this one, I just uploaded: Wesley Guild_Grahamstown District_Consultation_2011_Hymm 272 . . . if you cant search for it, go under 'videos', you will see, it says "2 videos", choose it and enjoy . . . make it popular . . . so more are coming . . .watch this space!
@zuzupike1090
@zuzupike1090 7 лет назад
Khusta Jack xi
@luxolodubula9334
@luxolodubula9334 12 лет назад
isithili esinengqondoooooooooooooo.
@music9142
@music9142 9 лет назад
i wish bendilapho
@StellaMahlathiDEAR
@StellaMahlathiDEAR 9 лет назад
intle into yenu bethuna
@Khustarigo
@Khustarigo 12 лет назад
If you want to see more . . . just say so!
@mandelabonani926
@mandelabonani926 7 лет назад
Khusta Jack so!
@mnikelovokozela2376
@mnikelovokozela2376 7 лет назад
Eweeee wabadala abantu ngofana nawe wabanika iinto zonke,oh nks yam
@msbuyi1
@msbuyi1 11 лет назад
JESUS,JESUS,,HHHAAAA
@LunganiMagwaza
@LunganiMagwaza 9 лет назад
awizweke
@siviwekulu6996
@siviwekulu6996 6 лет назад
Ewe mani ewe!!!
@luchulumanco
@luchulumanco 5 лет назад
Why does this remind me of a funeral
@peacefulnqobilembuli7077
@peacefulnqobilembuli7077 12 лет назад
i kyk da wesly duild dat z i hv chos 2 b
@revmslugongolo6096
@revmslugongolo6096 12 лет назад
one heart
@Khustarigo
@Khustarigo 12 лет назад
Likho, I told myself I will upload more uqala namhlanje as a '7 day build up' to next week's consultation in Fort Beaufort....so lindela the greatest moments of 2010 (PE) and 2011 (Peddie)...uxelele amanye amagazi aluhlaza okwesibhakabhaka to watch this space. Try and make a request, you might get what you wanna see..LOL
Далее
FBCWG Consultation 2022 - Wazidala into zonke
11:11
Просмотров 34 тыс.
Pure Comedy #ti13
00:38
Просмотров 194 тыс.
Батя всех бургеров на 7000 ккал!
00:55
FBCWM Candle Light Service 2022 - Wazidala iinto zonke
8:04
Wesley guild Gape of Good Hope District
9:19
Просмотров 313 тыс.
Ndiyakhala Kuwe Knosi4
4:56
Просмотров 479 тыс.
Grahamstown District consultation 2016
5:47
Просмотров 461 тыс.
COGHDWG Consultation 2023 - Bongani bongani
7:26
Просмотров 44 тыс.