Camagu Makhosi, ndithi mandibulele kakhulu ngoba mna ndi ngomnye wabantu abaqonda bengaqondi. Ngoba kona ndiyazi ukuba kumele ndamkele isithunywa but ndibenoloyiko we ndlela, ndiphinde ndoyike ukuthi I family yam izandibona njani after ndamkele maybe akuzufana. But now that ndimamele I vedios zakho ndiyavuleka and ndiyaphila ndiyabonga kakhulu