uyawahlaza amaxhosa bhuti xeim... ubhalwe ukuxoka nje. phofu noba awuxoki... you really put her through a lot and failed dismally as a man. uzintloni ude ulotyolwe ngumfazi . Suddenly yonkinto uNtando ayithethayo athi awuyazi. If uNtando ulihlanya nje ngoba umenza ihlanya it says a lot ngawe. Kusho ukuthi you created a mad black woman